King khathaza Rsa - Amandl'endoda
Posted by Kingkhathaza98 on 30 July 2024 | Downloads: 48
Description/Lyrics
[Hook]
Amandle ndoda awapheli....
Noba sektheni x 4
Verse
Meluvuke yophangel' ekuseni
Ubomi abukho lula ufununcama kuthen
Inene bayabona indoda aykhali
Nok hambi thethi ndab' aykwazi
Lijoni lifelempini bafethu
Chithimbutho ubayeke bathethe
Shaka zulu okanye ilembe
Amandle ndoda alingana nawe mfene
Ndiphanda everyday angeke ndiqede
Mamele
Ndiye ndafika ndathulisa nabantwana
Ndiphakamisi nqindi njengo rholihlahla
Ndfike ndatshintsha nokwenza sanulibala
Bingenguye lo besimbonizolo bayaphikisana
Ndnikeni chance ndfike nalombono
Ndfuna klo Mthatha ndfike kbekhwi convoy
Funuphilisana nalombon' umfo ka zizi
Ndiye ndabetha ndababona sebe dizzy
Ba weak-i
And banintsi basikhi ngale ngoma baya healer
Wakithi bathini
[Hook]
Amandle ndoda awapheli....
Noba sektheni x 4
Verse 2
Uqalisekiwe ngoba wenza kakuhle
Uqeqeshekil wenz' abazali bancume
Angeke bakwazi ukukujonga bathule
Yebawo intlupheko yintoni na
Ibiyintoni lento ibenza bangaphathisani
Ibiyintoni lento ibenza bangathethisani
Bazalwa kunye kodwa aba ababonisani
Phumelela kwam ndfunuba ne bordy guard
Asambe siyobabone makhaya
King khathaza velubulale le number
Ndifunuvela bafune nobambi sandla
Uwaxalele nama hater azolimala
Asambe
Ndiyinkosi ke mama
Ndfunu spana kuze kjike namalanga
Ngobinene ndizoycisha le number
Balequ king ubatshele bazolimala
Baye bathi no no no
Bafuna more more more
Bathi wena king usoloko
Uphethu mliloko
Genres: Hip Hop/Rap