In life - Ameshia

Ameshia - In life

Posted by Anonymous on 15 September 2024 | Downloads: 31

Description/Lyrics

In life abantu abafuni usibona siphumelela
In life people don't wanna see us having a great future
In life abantu bohlezi befuna izinto ezininzi
In life abantu bohlezi bekhona abathakathayo

1.In life there are people who will be jealous of you
That's why I pray God everyday to make me successful
Mzali okhala ntsuku zonke ndithi nyamezela
I know impilo inzima ndakcela nyamezela
Izaqhwithe nhe ntshutshiso zininz'apha ngaphandle
Mzali ndakucela guqa ngedolo kuzolunga
Uthixo uyohlezi enawe ntsuku zonke
Ungakhali kakhulu uzophumelelisa izitha
Amagqwirha awafun'usibona siphumelela
Ayaxoka thina soyinqoba lempi
Ngoba wena thixo uhlezi ukhona
Now In life and forever

2.impilo zabantu ziyatshintsha kubomi banamhlanje
Thixo khawuthethelele ndakcela khawbe nathi
Ulutsha lwanamhlanje luyaphela aluzazi
Lufunani empilweni thixo khawbe nathi
Our father who art in heaven
Hallowed be thy name
Thy kingdom come
Thy will be done on earth as it is in heaven
Thixo ndima phambi kwakho ndibeka lamazwi kuwe
Ndiyazi kungekudala uzoziphendula nam I prayer zam
Nam ndingumoni kodwa thixo ndiyacela cela impumelelo cela ukuphila nam

Genres: Hip Hop/Rap