PicsArt_07-08-04.14.44_1595411310.jpg

iam_aphy feat. DJ D.Munda SA - Onjengawe

Posted by djdmundasa on 22 July 2020 | Downloads: 18

Lyrics

Verse 1: iam_aphy

Ndithandiwe×4
Kudala ndizula ndifunonjengawe×2
Intliziyoyami, ifuna wena×2
Iminyak' izinyanga zidlulile
Iminyaka, izinyanga zidlulile
Onentliziyo, onothando, ones'neke njengawe×2

Verse 2: Dj D.Munda SA

Ngifuna wena ntombi
Ofananawe
Ngifuna wena ntombi
Ofananawe
×2

Chorus: iam_aphy

Zangendambona
Onjengawe
Onothando
Njengawe
Onentliziyo
Njengawe
Onesneke njengawe

Zangendambona
Onjengawe
Onothando
Njengawe
Onentliziyo
Njengawe
Onesneke njengawe

3rd Verse: Dj D.Munda SA

Ngithandiwe ×4
Kudala ndizula ndifunonjengawe ×2
Onentliziyo
Onothando
Onesneke njengawe
Onentliziyo
Onothando
Onesneke njengawe
Onentliziyo
Onothando
Onesneke njengawe

Ayadeyade, hanana ×4
Ngifuna wena ntombi
Ofananawe
Ngifuna wena ntombi
Ofananawe
×2

Chorus: iam_aphy

Zangendambona
Onjengawe
Onothando
Njengawe
Onentliziyo
Njengawe
Onesneke njengawe

Zangendambona
Onjengawe
Onothando
Njengawe
Onentliziyo
Njengawe
Onesneke njengawe


Related Posts